tag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post1921544839822957598..comments2024-02-22T05:25:56.536-08:00Comments on Embo MaXhosa: Imvelaphi yomXhosaEmbo maXhosahttp://www.blogger.com/profile/01462031394179129580noreply@blogger.comBlogger31125tag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-45951018348008052212022-04-30T15:46:34.779-07:002022-04-30T15:46:34.779-07:00Mandibhotise kuni bantabakothu, ndithi mandibulele...Mandibhotise kuni bantabakothu, ndithi mandibulele ukuba kubekho abantu abachubekileyo ngokwenqondo oluhloba ngoba kaloku siyadinga ukuba sihambe-sihambesazi ngemvelaphi yethu, siyiliqela imibhalo ndiyifunda Malinga nemvelaphi yethu.
Mna bantabakothu ndizocela uncedo apha emntwini onolwazi oluphangaleleyo andichazele ngemvelaphi yeFani yam, mna ndingu Nangamso Nohlaba kodwa andinalwazi ukuba sisukaphi siboNohlaba Anonymousnoreply@blogger.comtag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-31805742901248210962021-04-19T11:39:48.641-07:002021-04-19T11:39:48.641-07:00Endimaziyo mna... NgamaMfene oHlathi ooLisa ooJamb...Endimaziyo mna... NgamaMfene oHlathi ooLisa ooJambase... BaseLanti, eLady Frere...Anonymoushttps://www.blogger.com/profile/04136644663007163041noreply@blogger.comtag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-46354531998991659892021-04-19T11:36:35.043-07:002021-04-19T11:36:35.043-07:00Camagwini maXhosa amahle... Ndicela ukunikwa umkho...Camagwini maXhosa amahle... Ndicela ukunikwa umkhombandlela kulomba ndiza nawo... Ndilithunjana lika MamTshawe, oyinkosikazi yase maMfeneni.. umama undifumana emveni kweminyaka emininzi kwatshaba uJambase... Kodwa umama zange agoduke wakutshaba umyeni wahlala apha emzini wakhulisa abantwana bakhe...nam ndakhulela kwelikhaya lasemaMfeneni, ndabiza isiduko walapha kodwa zange ndenzelwe silo lapha. Kwathi ke kuba wayesemtsha... Wadibana noNdlovu (wayetshatile utata eninzi wakhe) kwaze ke kwakho mna... Ngubani esona siduko sam...xa kufuneka ndenzelwe amasiko (ukuqatywa okanye imbheleko) ndenzela ngesiphi isiduko?
Sesi walapha emaMfeneni kuba ndikhulele apha okanye sesikatata ondizalayo okanye ndiwelela emaTshaweni kulo mama???

Ndicela uncedo maXhosa yeyele kum ngoku... Anonymoushttps://www.blogger.com/profile/04136644663007163041noreply@blogger.comtag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-52082046250790038702021-02-09T10:44:53.010-08:002021-02-09T10:44:53.010-08:00Can uzalwa yintombi wenzelwa amasiko kulomama abe ...Can uzalwa yintombi wenzelwa amasiko kulomama abe notata wakho ezalwa yintombi umnombo siwulanda miami kulemeko. Uma ngumagcaga oo ndongana utata uzalwa tintombi kwamawawa.oompafane. ndicela maxhosa amahle ka phalo ugcaleka namanpondomise amahle kaSibiside unjanya ugcagaAnonymoushttps://www.blogger.com/profile/18213479057760099999noreply@blogger.comtag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-18156554266470907112020-11-13T00:49:11.147-08:002020-11-13T00:49:11.147-08:00Mandizibulisele nam kwelikhasi lemvelaphi yomz'...Mandizibulisele nam kwelikhasi lemvelaphi yomz'ontsundu, bendicela unatyiselwa ngomnombo wamaqwambe ooHolomi nemvelaphi yawoThamsanqahttps://www.blogger.com/profile/00020925810053760415noreply@blogger.comtag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-8295750885617129852020-01-17T02:39:29.577-08:002020-01-17T02:39:29.577-08:00Mholo Jambase
Ngu Aphilile Mboyi lo,uHlatihi,uMf...Mholo Jambase

Ngu Aphilile Mboyi lo,uHlatihi,uMfene, uLisa, mandingandi kakhulu ke mfo ka Mpomane, kodwa ndinqwenela ukhe sidlane iindlebe malunga nalomzi wokhokho bethu. Ndizalelwe ndakhulela eLusikisiki eMampondweni kodwa imvelaphi ise Ladyfrere kwilali yase Qoqodala, Ndisisizukzuku sika Mkhetho. Ndifumaneka kule nombolo-0630651678, ndifumaneka nanini na.
NdiyabulelaAPHILILE Mboyinoreply@blogger.comtag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-88692322502830826742019-11-19T05:36:51.617-08:002019-11-19T05:36:51.617-08:00Mhlonitshwa ndicela undiphe ulwazi ewunalo malunga...Mhlonitshwa ndicela undiphe ulwazi ewunalo malunga neencwadi esele zibhaliwe zesixhosa ezinge mbali yesizwe samaXhosa. Ukusuka kumaKhosi ethu anje ngoHintsa ukuya kwizithethe zethu neendlela zonkwenza izinto. Umzekelo incwadi ka henderson Soga ethi Life and Customs of Xhsosa people, enye ithi AmaMbo, AmaLala nabe Ngunu. Enye ka Themba Ngadi (edited) ethi the Last War of A Great Xhosa Warrior- Maqoma. I need books of this kind.

My email address : nqavane3@gmail.com

I just need names and i will do the search and acquire the books on my owns.

EnkosiAnonymoushttps://www.blogger.com/profile/07556983005001782611noreply@blogger.comtag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-18281922494699519742019-07-19T02:24:45.006-07:002019-07-19T02:24:45.006-07:00akhonto iyenzayo lomnqundu wento
akhonto iyenzayo lomnqundu wento
Anonymoushttps://www.blogger.com/profile/02278417298932276793noreply@blogger.comtag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-82413597449549913532019-07-19T02:23:40.881-07:002019-07-19T02:23:40.881-07:00for real.............this is useless
for real.............this is useless
Anonymoushttps://www.blogger.com/profile/02278417298932276793noreply@blogger.comtag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-68120541415593049832019-04-16T19:25:40.363-07:002019-04-16T19:25:40.363-07:00Ndiyabhotisa mz'ontsundu wakwantu
Ndicela uku...Ndiyabhotisa mz'ontsundu wakwantu
Ndicela ukunatyiswelwa ngomnombo wama Khwetshube OoYokazi.

Ndizinze Kwisithili samampondo EBizana. Anonymoushttps://www.blogger.com/profile/16861322484083724586noreply@blogger.comtag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-58784117961305847222019-04-02T02:55:09.265-07:002019-04-02T02:55:09.265-07:00Ndicela ukwazi ngeziduko Zakwa Mapoma
EnkosiNdicela ukwazi ngeziduko Zakwa Mapoma
EnkosiAnonymousnoreply@blogger.comtag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-50552293673121762032019-02-25T15:49:40.464-08:002019-02-25T15:49:40.464-08:00Ndingu mamngxongo ndicela ukwazi kabanzi ngamasiko...Ndingu mamngxongo ndicela ukwazi kabanzi ngamasiko nezithete zamangxongo, isikakhulu xaku tshatiswa, utsiki,ukuqatywa nezinye
Anonymoushttps://www.blogger.com/profile/06876575715736535017noreply@blogger.comtag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-91273885948429534262019-02-25T15:46:45.190-08:002019-02-25T15:46:45.190-08:00Bhotani mawethuBhotani mawethuAnonymoushttps://www.blogger.com/profile/06876575715736535017noreply@blogger.comtag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-49355321730544059862019-02-22T23:12:49.974-08:002019-02-22T23:12:49.974-08:00NdiliJola ungwanya uphahla uzwelibanzi , ndicela u...NdiliJola ungwanya uphahla uzwelibanzi , ndicela ukwazi ngeNkosi zamampondomise ezikhoyo ngoku.XOLILE GOPEhttps://www.blogger.com/profile/15723529126185532224noreply@blogger.comtag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-37873760179961585862018-07-05T21:55:58.368-07:002018-07-05T21:55:58.368-07:00Ndiyayiva ukuba uXhisa,uZulu noSwazi bazalwa nguNg...Ndiyayiva ukuba uXhisa,uZulu noSwazi bazalwa nguNgni,cela undibalele bonke abantu abazalwa nguXhosa
Anonymoushttps://www.blogger.com/profile/15361494394652709552noreply@blogger.comtag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-26928019770981792912018-06-30T15:29:10.595-07:002018-06-30T15:29:10.595-07:00Ndicela ukubuza . Xa umntu ebhubhele kwenye indawo...Ndicela ukubuza . Xa umntu ebhubhele kwenye indawo ubuyiswa njani ngantoni kwenziwa ntoni kanjani . Camagu..Anonymoushttps://www.blogger.com/profile/14428100206916445510noreply@blogger.comtag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-5389165207540641242018-06-30T15:23:59.631-07:002018-06-30T15:23:59.631-07:00Ndinombuzo . Umntu xa ubhubhele kwenye indawo ubuy...Ndinombuzo . Umntu xa ubhubhele kwenye indawo ubuyiswa njani ngantoni kwenziwa ntoni kanjani. Anonymoushttps://www.blogger.com/profile/14428100206916445510noreply@blogger.comtag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-56569048658066299312017-06-14T02:22:41.641-07:002017-06-14T02:22:41.641-07:00Mandizibulisele mzontsundu umzukulwana ka Gcaleka ...Mandizibulisele mzontsundu umzukulwana ka Gcaleka ndizawuza kuwe mcirha ndikwa nguye umcirha nam pha kuGatyane, ndizawuqala ngeligama lithi isihlwele xa ndili cikozela ndingathi ligama lemboleko kwalapha kuthi mzontsundu ligama eliye lisetyenziswe ngamagqirha ibe wena ungu ncibane lingekho kwimvelaphi yakhi ndize kumbuzo wakho wokubuyiswa kwesinyanya ikhona lonto, yenzeka xa kutshone intloko yekhaya utata ke ukutsho oko xa egqityiwe ukuzilelwa ngenkomo kuye emveni kwethutyana elide ngokushiyana kwamandla nempiko zokwenza uye abuyiswe ngenkomo lilapho elam ulwazi ndisemile apho enkosi.Anonymoushttps://www.blogger.com/profile/07248777296167156769noreply@blogger.comtag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-83294060933008349462016-11-18T02:12:22.613-08:002016-11-18T02:12:22.613-08:00Ndizibulisele kuni bantu bomgquba. ngumamCirha lo...Ndizibulisele kuni bantu bomgquba. ngumamCirha lo. Andazi noba ndiphuma ecaleni. Ukuba kunjalo mandicele uxolo kwangoku. Ndinombuzo, ndicela ukwazi ukuba apha kwaXhosa sinalo na isiko ekuthiwa "kukubuyisa izihlwele okanye ukufaka izihlwele" CamaguAnonymousnoreply@blogger.comtag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-43056764937600714912016-07-29T00:22:34.956-07:002016-07-29T00:22:34.956-07:00Mandizibulisele nam mzi ka Phalo sizukulwana sika ...Mandizibulisele nam mzi ka Phalo sizukulwana sika Gcaleka, ke mna ndinguMyalo, Thoyana, Mbotho, Phama ndipha eMtata kwilali zase Qokolweni, nam bendifuna usazi kabanzi esisiduko saseMayalweni nemvalaphi yaso, onolwazi ndicela andicela andincede......EnkosiAnonymoushttps://www.blogger.com/profile/03600976411354777378noreply@blogger.comtag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-23356859664924305072016-07-28T05:19:16.526-07:002016-07-28T05:19:16.526-07:00Mandizibulisele nam mzi ka Phalo sizukulwana sika ...Mandizibulisele nam mzi ka Phalo sizukulwana sika Gcaleka, ke mna ndinguMyalo, Thoyana, Mbotho, Phama ndipha eMtata kwilali zase Qokolweni, nam bendifuna usazi kabanzi esisiduko saseMayalweni nemvalaphi yaso, onolwazi ndicela andicela andincede......EnkosiAnonymoushttps://www.blogger.com/profile/03600976411354777378noreply@blogger.comtag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-60053402198783136952016-03-02T09:07:43.266-08:002016-03-02T09:07:43.266-08:00Molweni bathandekayo. NdinguSiphokuhle Mpomane kuQ...Molweni bathandekayo. NdinguSiphokuhle Mpomane kuQumbu eMahlungulu. Ndazi ezi ziduko zilandelayo kwiziduko zam. Ndicela uba kukho umntu ukwaziyo andongezelele. Hlathi, lisa jambase mfene sanzanza owanzanzazela emntwin kwatsho kwavela umntu ndlazana canzi ciki ngcagala ngethe mazabiwe mazinywa'mhlophe bhabhez'ilokhweni hlangomv'eliweni Khiba khamadi a Phofolo dosoyi. Ababaziyo bathi bayathakatha kodwa ithi eyam ayifani neyakho kuba thina asithakatheli kubulala sithakathela impilo udlumhluzi inyama engayityanga. Umpundu zincinci zilingene ukuzusa. Ndicela nongezeAnonymoushttps://www.blogger.com/profile/06490655546898965769noreply@blogger.comtag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-69082901331641310472015-11-23T00:26:19.444-08:002015-11-23T00:26:19.444-08:00Goba
Ndingu Zotsho,uXolo, uDunywa ,Nomyezo
ndinqw...Goba

Ndingu Zotsho,uXolo, uDunywa ,Nomyezo
ndinqwenela ukuzazi kakuhle kuba minzi umbhodamo kwesiduko Singu Zotsho..............ndipha KuGatyana.Anonymousnoreply@blogger.comtag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-17287005583817776152015-10-12T01:00:54.389-07:002015-10-12T01:00:54.389-07:00Bantwana bomgquba!! #enemincili
Mandibhotise kuni...Bantwana bomgquba!! #enemincili

Mandibhotise kuni nonke nto zobawo, mna ke ndinguTshangisa, uZulu, uMhlatyana, uSkhomo, uMngwevu, uRhudulu, uSnuka, uBhodl'inyama, ndiphuma phaya ezantsi kumhlaba waseGobe kwisithili sakuCentane. Ndiza kuwe nto kaBlauw

Mandulo phayaa ngemfazwe zakwaXhosa kwafika iingwevu zikaZulu ziphuma lee kumhlaba waseNatal zisiza kwelakwaXhosa, zafika ke zancedisa uTshawe ekulweni imfazwe, kwathi ke emva koba beyoyisile lo mfazwe waze uTshawe wazibulela ngoba azisikele uMhlatyana kwesizwe sakhe. Yilo mbalana endinayo ngaMangwevu ke mntakwethu, ndandiyifunde kudala ndisedyongo.

Ndimkile bantakwethu Anonymousnoreply@blogger.comtag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-33268219346036082452015-06-17T02:32:10.991-07:002015-06-17T02:32:10.991-07:00Aaaaaaaaahhhhhhh! Mziwaka Xhosa, nam ndiyazibulise...Aaaaaaaaahhhhhhh! Mziwaka Xhosa, nam ndiyazibulisela namhlanje juni mawethu, ndinombuzo umnye nje qha, Ingaba ithinini ivelaphi yamaNgwevu, ngamanye amazwi ndicela undivezele umnombo wawo, enkosi,

fikile!
Anonymoushttps://www.blogger.com/profile/14590422309550572293noreply@blogger.com