tag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post3876524213124741069..comments2024-02-22T05:25:56.536-08:00Comments on Embo MaXhosa: OoNqabaEmbo maXhosahttp://www.blogger.com/profile/01462031394179129580noreply@blogger.comBlogger16125tag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-7174768772526097882022-09-02T13:51:57.897-07:002022-09-02T13:51:57.897-07:00Embo maxhosa! Ndiyazibulisela. Ndicela ukubuza xa ...Embo maxhosa! Ndiyazibulisela. Ndicela ukubuza xa umntu ezithutha ingaba uzithutha ngabantwana balokhokho okakanye uqala kootatomkhulu balokhokho usisisuko sakhe? Umzekelo mna ndinguNqana, xa ndizithutha ndibiza uNakisa uNomakhungela uMdanda njalo-njalo, ingaba uhamba uqhawuke phi lomnombo kaNqana kuba ndiyeva ukuba uNqana uphuma kulandlu yamampondomise, ezalwa nguNgqukatha ozalwa noNqabashe noDosini. Ndicela nindiweza maxhosa plzzz. EnkosiAnonymousnoreply@blogger.comtag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-54049433782841955642020-05-26T04:19:04.336-07:002020-05-26T04:19:04.336-07:00Molweni ndicela onolwazi ngesisiduko akhe anababe ...Molweni ndicela onolwazi ngesisiduko akhe anababe nkomo ziyemnkaa ooDala ooMnganuAnonymoushttps://www.blogger.com/profile/09678013378295627933noreply@blogger.comtag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-55505088594399642132020-04-23T07:23:35.488-07:002020-04-23T07:23:35.488-07:00Bhotani zihlobo zam, ukuphendula udade wethu mande...Bhotani zihlobo zam, ukuphendula udade wethu mandenjenje, uNqana udityaniswa bubuzwe kunye no Jola qha, ngamanye amazwi bangamampondomise bobabini, njengoba uDosini noNxasana naye eliMpondomise, ukutsho ke ndithi uNqana akanguye Jola engenguye noNgwanya, kangangokuba OoNqana bayabazeka oJola, ndisitsho nje ndinguNqana uMdanda uNakisa uZozi uBhalabhala Nomakhungela uSicamba ewe noba ndimbi kodwa nditya ngceph'elihle. Apha ekhaya omakoti bathathu bazekwa kwaJola, ooJola asityi kunye nabo nasesithebeni.Anonymoushttps://www.blogger.com/profile/12228348439933483886noreply@blogger.comtag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-38305207665417898722020-02-05T01:20:37.905-08:002020-02-05T01:20:37.905-08:00Molweni mawethu ndifunisa ngo Sikomo, Rudulu,Tshan...Molweni mawethu ndifunisa ngo Sikomo, Rudulu,Tshangisa,Snuka abafani ingu Cimani okanye Velemile kulamhlaba waku Cofimvaba nezithiliFezilehttps://www.blogger.com/profile/16516891826333184701noreply@blogger.comtag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-67693750021253140962020-01-31T10:40:09.030-08:002020-01-31T10:40:09.030-08:00Ngxatsho mxhosa,tsho'tshubekho
MNA ndingathand...Ngxatsho mxhosa,tsho'tshubekho
MNA ndingathanda uke undibhule inkungu kobubuso bam, malunga nenzala ka Phahla iwele lika Mawawa nditsho inzala kaMpinga.Anonymoushttps://www.blogger.com/profile/16404961166211655802noreply@blogger.comtag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-82912388593825886662020-01-31T10:40:08.615-08:002020-01-31T10:40:08.615-08:00Ngxatsho mxhosa,tsho'tshubekho
MNA ndingathand...Ngxatsho mxhosa,tsho'tshubekho
MNA ndingathanda uke undibhule inkungu kobubuso bam, malunga nenzala ka Phahla iwele lika Mawawa nditsho inzala kaMpinga.Anonymoushttps://www.blogger.com/profile/16404961166211655802noreply@blogger.comtag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-9759177238839640812020-01-31T10:39:50.512-08:002020-01-31T10:39:50.512-08:00Ngxatsho mxhosa,tsho'tshubekho
MNA ndingathand...Ngxatsho mxhosa,tsho'tshubekho
MNA ndingathanda uke undibhule inkungu kobubuso bam, malunga nenzala ka Phahla iwele lika Mawawa nditsho inzala kaMpinga.Anonymoushttps://www.blogger.com/profile/16404961166211655802noreply@blogger.comtag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-9011368861444718462019-09-12T21:10:32.714-07:002019-09-12T21:10:32.714-07:00Ndicela ukwazi ngemvelaphi yaMambarha ooBhukhwanaNdicela ukwazi ngemvelaphi yaMambarha ooBhukhwanaAnonymoushttps://www.blogger.com/profile/08968645041474648578noreply@blogger.comtag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-24542669020434108132019-04-13T18:16:46.033-07:002019-04-13T18:16:46.033-07:00Molweni bantu abathandekayo,ndicela uncedo.ndingu ...Molweni bantu abathandekayo,ndicela uncedo.ndingu Mam'nqarhwane,Hintsabe,Uziduli,uhlabilawu,iinkomo ezibomvu. Bendicela umntu onolwazi ngama Nqarhwane ne nqubekeko yesiduko aphendule. EnkosiAnonymousnoreply@blogger.comtag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-88020337947936947452018-05-06T04:17:41.822-07:002018-05-06T04:17:41.822-07:00Molweni mawethu ndifunisa ngo Sikomo, Rudulu,Tshan...Molweni mawethu ndifunisa ngo Sikomo, Rudulu,Tshangisa,Snuka abafani ingu Cimani kulamhlaba wase Cofimvaba nezithili Fezilehttps://www.blogger.com/profile/16516891826333184701noreply@blogger.comtag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-50174121447592741732017-08-28T01:31:23.586-07:002017-08-28T01:31:23.586-07:00Molweni bethuna, ndinguTshezi kodwa ndifuna kuzazi...Molweni bethuna, ndinguTshezi kodwa ndifuna kuzazi gabalalaAnonymousnoreply@blogger.comtag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-81440173305558877532015-11-06T03:08:40.808-08:002015-11-06T03:08:40.808-08:00Ingama lam ndingu siyabonga u jola iindinde ivelap...Ingama lam ndingu siyabonga u jola iindinde ivelaphi ka jola, oojola bhasuka e gambia inde kakhulu. Anonymoushttps://www.blogger.com/profile/06281814797358008937noreply@blogger.comtag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-27799887153811622612014-10-11T16:25:07.359-07:002014-10-11T16:25:07.359-07:00wow Mntakwethu ndinguDosini Mnqabashe Engcobo kwil...wow Mntakwethu ndinguDosini Mnqabashe Engcobo kwilali yaseLucwecwe eMBOAnonymousnoreply@blogger.comtag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-66256176632867346262014-03-24T05:31:54.639-07:002014-03-24T05:31:54.639-07:00Molweni Bathuna
Igama lam ngu Phumla ndihlala e ...Molweni Bathuna

Igama lam ngu Phumla ndihlala e Western Cape. Mna ndingu Mamnqarhwane, u Ziduli, u Hlab'ilawu, u Hintsabe ndiphelele ke apho xa ndizithutha. Ndicela ingcombolo ngomnombo wama Nqarhwane enkosi!Anonymousnoreply@blogger.comtag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-38635399656728629092014-01-11T08:18:35.470-08:002014-01-11T08:18:35.470-08:00nanku uLUYANDA MEHLO linqana eUGIE ndiyanikhangela...nanku uLUYANDA MEHLO linqana eUGIE ndiyanikhangela maNQANA nitshonephina? uphina umzi wamanqana amanyeneyo bethun?LUYANDA MEHLOhttps://www.blogger.com/profile/06481488232342428851noreply@blogger.comtag:blogger.com,1999:blog-769683313540093335.post-40399341537948970502013-01-18T00:29:33.361-08:002013-01-18T00:29:33.361-08:00Enkosi maNqana Mdanda Nakisa Nomakhungela Mfaz'...Enkosi maNqana Mdanda Nakisa Nomakhungela Mfaz'obelenye phesha kumlando uchukumise nam lo untlok'ilukhuni, usinge ngqo kulandawo ifele ithole. Nam ndinguNqana uNakisa iMpondomise elihle umntwana wenkwakhwa inkaba yam yaqhawulwa uqhushekwa kulamhlaba wase Lady Frere kuBengu kodwa zithi ingwevu ngokomnombo siphuma eMampondomiseni kulaMhlaba wakuTsolo saze ke saphambukela apha kuloBengu.Camagu ngenkcazelo engaka inene le blog ngumthombo wolwazi, ndithi maz'enethole, ndisatshayaAnonymousnoreply@blogger.com